Urute 3:7 XHO75

7 Wadla uBhohazi, wasela, yachwayitha intliziyo yakhe; waya walala phantsi ekupheleni kwentlaba. Waya ke ecotha, wamtyhila ingubo ngasezinyaweni zakhe, walala phantsi.

funda isahluko epheleleyo Urute 3

imbono Urute 3:7 kwimeko