Uyoweli 2:17 XHO75

17 Mabalile ababingeleli, abalungiseleli bakaYehova, phakathi kwevaranda* nesibingelelo, bathi, Yiba nenceba, Yehova, ebantwini bakho, ungalinikeli ilifa lakho ekungcikivweni, ukuba iintlanga zizekelise ngabo, yini na ukuba kuthiwe ezizweni, Úphi na uThixo wabo?

funda isahluko epheleleyo Uyoweli 2

imbono Uyoweli 2:17 kwimeko