Uyoweli 2:2 XHO75

2 imini enobumnyama nesithokothoko, imini enamafu, enamafu amnyama, anjengokuthi qhiphu kokusa phezu kweentaba; abantu abaninzi, ábanamandla; akuzanga kube nje naphakade, emva kwabo akusayi kuza kubuye kube nje, kude kuse eminyakeni yezizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Uyoweli 2

imbono Uyoweli 2:2 kwimeko