Uyoweli 3:4 XHO75

4 Kananjalo niya kundenza ntoni na nina, Tire, nawe, Tsidon, nani, mida yonke yamaFilisti? Niya kundibuyekeza impatho yam na? Niya kundenza ntoni na? Kwakamsinya, ngokukhawulezayo, ndiya kukubuyisela ukuphatha kwenu entlokweni yenu.

funda isahluko epheleleyo Uyoweli 3

imbono Uyoweli 3:4 kwimeko