Uzefaniya 1:11 XHO75

11 Bhombolozani, bemi basemgongxweni, kuba badakile bonke abantu bakwaKanan, banqunyulwe bonke abathwali besilivere.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 1

imbono Uzefaniya 1:11 kwimeko