Uzefaniya 1:17 XHO75

17 Ndiya kubabandezela abantu, bahambe ngokweemfama, kuba bonile kuYehova; liphalàzwe igazi labo njengothuli, nenyama yabo njengobulongo.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 1

imbono Uzefaniya 1:17 kwimeko