Uzefaniya 1:4 XHO75

4 Ndiya kusolula isandla sam phezu koYuda, naphezu kwabemi bonke baseYerusalem, ndinqamle kuyo le ndawo amasalela akwaBhahali,* negama lababingeleli abangengabo, kunye nababingeleli;

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 1

imbono Uzefaniya 1:4 kwimeko