Uzefaniya 2:8 XHO75

8 Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi, nokunyelisa koonyana baka-Amon, ababangcikive ngako abantu bam, bazikhulisa emdeni wabo.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 2

imbono Uzefaniya 2:8 kwimeko