Uzefaniya 3:11 XHO75

11 Ngaloo mini akuyi kudana ngenxa yeentlondi zakho zonke, owakreqa ngazo kum; ngokuba ngelo xesha ndiya kubasusa phakathi kwakho abadlamkileyo bakho, benekratshi, ungaphindi uzidle ngokwakho entabeni yam engcwele.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:11 kwimeko