Uzefaniya 3:13 XHO75

13 Amasalela akwaSirayeli akayi kwenza ngobugqwetha, akayi kuthetha amanga, aluyi kufumaneka emlonyeni wawo ulwimi lwenkohliso; ngokuba wona aya kudla, abuthe, kungabikho uwothusayo.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:13 kwimeko