Uzefaniya 3:20 XHO75

20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, ndinibuthe ngexesha elililo; ngokuba ndiya kunenza nibe negama, nidunyiswe phakathi kwezizwe zonke zehlabathi, ekukubuyiseni kwam ukuthinjwa kwenu phambi kwamehlo enu; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:20 kwimeko