Uzefaniya 3:5 XHO75

5 UYehova ulilungisa esazulwini sawo; akenzi ngabugqwetha; imisó ngemisó ukumisa emhlotsheni okusesikweni kwakhe, angasileli; ke yena onobugqwetha akakwazi ukudana.

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 3

imbono Uzefaniya 3:5 kwimeko