1 Kapetros 3:18 XHO75

18 Ngokuba noKristu wabuva kwakanye ubunzima ngenxa yezono, ilungisa lisiva ubunzima ngenxa yabangemalungisa, ukuze asisondeze kuye uThixo; ebulewe okunene esenyameni, kodwa edliswe ubomi ekuwo umoya.

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 3

imbono 1 Kapetros 3:18 kwimeko