1 Kayohane 2:11 XHO75

11 Ke lowo umthiyileyo umzalwana wakhe usebumnyameni, uhamba ebumnyameni. Akazi apho aya khona, ngokuba ubumnyama buwamfamekisile amehlo akhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:11 kwimeko