1 Kayohane 2:13 XHO75

13 Ndiyanibhalela, boyise, ngokuba nimazile owasekuqalekeni. Ndiyanibhalela, madodana, ngokuba nimeyisile ongendawo. Ndiyanibhalela, bantwana, ngokuba nimazile uYise.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:13 kwimeko