1 Kayohane 2:18 XHO75

18 Bantwana, lilixa lokugqibela eli; njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza, nangoku kuthe kwabakho abachasi-Kristu abaninzi, ekuthe ngoko sazi ukuba lilixa lokugqibela.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:18 kwimeko