1 Kayohane 2:24 XHO75

24 Nina ngoko, oko nakuvayo kwasekuqalekeni makuhlale kuni. Ukuba kuthi kuhlale kuni oko nakuvayo kwasekuqalekeni, nani niya kuhlala kuye uNyana, nakuye uYise.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:24 kwimeko