1 Kayohane 2:27 XHO75

27 Nina intambiso enayamkelayo kuye ihleli kuni, aniswele kwakuba nifundiswe ngubani; kunjengokuba kwaloo ntambiso inifundisa ngeento zonke, iyinene, ingebuxoki; njengokuba ke yanifundisayo, hlalani kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 2

imbono 1 Kayohane 2:27 kwimeko