1 Kayohane 3:23 XHO75

23 Nguwo lo umthetho wakhe, ukuba sikholwe ligama lonyana wakhe, uYesu Kristu, sithandane njengoko wasiwiselayo umthetho.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 3

imbono 1 Kayohane 3:23 kwimeko