17 Lugqibelele ngale nto uthando olukuthi, ukuze sibe nokungafihlisi ngomhla womgwebo; ngokuba, njengoko anjalo yena, sinjalo nathi kweli hlabathi.
funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 4
imbono 1 Kayohane 4:17 kwimeko