1 Kayohane 4:20 XHO75

20 Ukuba umntu uthe, Ndiyamthanda uThixo, wamthiya umzalwana wakhe, ulixoki; kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe ambonileyo, angáthini na ukumthanda uThixo angambonanga?

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 4

imbono 1 Kayohane 4:20 kwimeko