1 Kayohane 4:9 XHO75

9 Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo, ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe, ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 4

imbono 1 Kayohane 4:9 kwimeko