1 Kayohane 5:16 XHO75

16 Ukuba umntu uthe wambona umzalwana wakhe esona isono esingasingisi kufeni, wocela, uThixo amnike ubomi, enika abo bonayo ngokungasingisi kufeni. Kukho sona sisingisa ekufeni; anditsho ukuthi makacelele sona.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 5

imbono 1 Kayohane 5:16 kwimeko