1 Kayohane 5:9 XHO75

9 Ukuba ubungqina babantu siyabamkela, ubungqina bukaThixo bungaphezulu; ngokuba bubo obu ubungqina bukaThixo, angqinele uNyana wakhe ngabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 5

imbono 1 Kayohane 5:9 kwimeko