1 Kwabasekorinte 10:13 XHO75

13 Anibanjwanga silingo singesesabantu. Uthembekile ke uThixo, ongayi kuvumela ukuba nilingwe ngaphezu kweninako; owothi, kunye nesilingo eso, avelise ithuba lokuphuma kuso, ukuba nibe nako ukuthwala.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 10

imbono 1 Kwabasekorinte 10:13 kwimeko