1 Kwabasekorinte 10:28 XHO75

28 Kodwa ke ukuba ubani uthe kuni, Le nto ilidini elenzelwe izithixo, musani ukudla, ngenxa ke yalowo uyithe thupha loo ndawo, nangenxa yesazela; kuba umhlaba lo ngoweNkosi, nenzaliseko yawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 10

imbono 1 Kwabasekorinte 10:28 kwimeko