1 Kwabasekorinte 10:4 XHO75

4 basela bonke olo luselo lunye lulolomoya (kuba babesela kwiliwa elilelomoya elibe libalandela, iliwa elo ke lalinguye uKristu).

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 10

imbono 1 Kwabasekorinte 10:4 kwimeko