1 Kwabasekorinte 11:34 XHO75

34 Ukuba ke ubani ulambile, makadle ekhaya, ukuze ningahlanganeli ukugwetywa. Eziseleyo ke iindawo ndozilungisa, xa ndithe ndafika.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 11

imbono 1 Kwabasekorinte 11:34 kwimeko