1 Kwabasekorinte 13:2 XHO75

2 Ndingafanelana ndinabo nobuprofeto, ndizazi iimfihlelo zonke, ndinako konke ukwazi; ndingafanelana ndinalo lonke ukholo, ngokokude ndisuse iintaba, uthando ke ndingenalo, andinto yanto.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 13

imbono 1 Kwabasekorinte 13:2 kwimeko