1 Kwabasekorinte 14:12 XHO75

12 Ngokunjalo nani, ekubeni kaloku nizondelela izipho ezizezoMoya, zifuneleni ukuba nibe nazo ngokugqithiseleyo, ukuze lakheke ibandla.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14

imbono 1 Kwabasekorinte 14:12 kwimeko