1 Kwabasekorinte 14:5 XHO75

5 Ndiyathanda ke ukuba nithethe ngalwimi zimbi nonke, noko ke ndithanda ngokukodwa ukuba niprofete. Kuba yena oprofetayo mkhulu kunalowo uthetha ngalwimi zimbi, xa lo angayicacisiyo intetho, ukuze ibandla libe nokwakheka.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14

imbono 1 Kwabasekorinte 14:5 kwimeko