1 Kwabasekorinte 14:7 XHO75

7 Khona kwizinto ezihlokomayo ezingenamphefumlo, ezinjengembande, nohadi, ukuba azithanga zahlule ukuhlokoma kwazo, bekungáthiwani na ukwaziwa oko kubethwayo ngembande, noko kubethwayo ngohadi?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 14

imbono 1 Kwabasekorinte 14:7 kwimeko