1 Kwabasekorinte 15:15 XHO75

15 Sofunyanwa ke singawo namangqina amxokayo uThixo, ngokuba sangqinayo ngoThixo ukuba wamvusa uKristu: angàmvusanga, ukuba ke kanti abafileyo abavuki.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 15

imbono 1 Kwabasekorinte 15:15 kwimeko