1 Kwabasekorinte 15:29 XHO75

29 Okanye baya kwenza ntoni na abo babhaptizelwa abafileyo, ukuba abafileyo àbaze bavuke? Yini na ukuba babhaptizelwe nokubhaptizelwa abafileyo?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 15

imbono 1 Kwabasekorinte 15:29 kwimeko