1 Kwabasekorinte 15:41 XHO75

41 Bubodwa ubuqaqawuli belanga, bubodwa ubuqaqawuli benyanga, bubodwa ubuqaqawuli beenkwenkwezi; kuba inkwenkwezi iyahluka kwenye inkwenkwezi ngobuqaqawuli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 15

imbono 1 Kwabasekorinte 15:41 kwimeko