1 Kwabasekorinte 15:50 XHO75

50 Ke, bazalwana, nditsho ukuthi, inyama negazi azinako ukubudla ilifa ubukumkani bukaThixo; nokonakala akunakukudla ilifa ukungonakali.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 15

imbono 1 Kwabasekorinte 15:50 kwimeko