1 Kwabasekorinte 16:19 XHO75

19 Ayanibulisa amabandla kaThixo akwelaseAsiya. Bayanibulisa kunene eNkosini uAkwila noPrisila, kunye nebandla elisendlwini yabo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 16

imbono 1 Kwabasekorinte 16:19 kwimeko