21 Umbuliso ungesam isandla, mna Pawulos.
22 Ukuba ubani akayithandi iNkosi uYesu Kristu, makasingelwe phantsi.
23 INkosi iyeza. Ubabalo lweNkosi uYesu Kristu malube nani.
24 Uthando lwam malube nani nonke bakuKristu Yesu. Amen.