1 Kwabasekorinte 4:15 XHO75

15 Kuba ningafanelana ninabakhaphi bemawaka alishumi kuKristu, àbabaninzi bona ooyihlo; kuba kuKristu Yesu nizelwe ndim lo, ngazo iindaba ezilungileyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 4

imbono 1 Kwabasekorinte 4:15 kwimeko