1 Kwabasekorinte 4:17 XHO75

17 Ngenxa yoko ndinithumele uTimoti, ongumntwana wam oyintánda, othembekileyo, waseNkosini, oya kunikhumbuza iindlela zam ezikuKristu, njengoko ndifundisayo ezindaweni zonke, kuwo onke amabandla.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 4

imbono 1 Kwabasekorinte 4:17 kwimeko