1 Kwabasekorinte 4:7 XHO75

7 Kuba ngubani na okubalulayo kwabanye? Yintoni na ke onayo ongayamkeliswanga? Phofu ke, ukuba wamkelisiwe, uqhayiselani na, ngathi akwamkeliswanga?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 4

imbono 1 Kwabasekorinte 4:7 kwimeko