1 Kwabasekorinte 5:1 XHO75

1 Kwandile ukuvakala ukuba kukho umbulo phakathi kwenu; ngumbulo ke lowo ongazanga ukhankanywe naphakathi kweentlanga, owokuba uthile abe nomfazi kayise.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 5

imbono 1 Kwabasekorinte 5:1 kwimeko