1 Kwabasekorinte 5:11 XHO75

11 Kungoku ke, ndinibhalela ukuba maningazidibanisi nosukuba enegama lokuba ngumzalwana, ukanti wenza umbulo, nokuba ulibawa, nokuba ungumkhonzi wezithixo, nokuba ungumtshabhisi, nokuba ulinxila, nokuba ungumphangi; ningakhe nidle nokudla nonjalo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 5

imbono 1 Kwabasekorinte 5:11 kwimeko