1 Kwabasekorinte 7:7 XHO75

7 Kuba ndinga bonke abantu bangaba njengam nje; kodwa ke elowo unesakhe isipho, asibabalwe nguThixo; omnye uba naso ngokunje, omnye abe naso ngokunjeya.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 7

imbono 1 Kwabasekorinte 7:7 kwimeko