1 Kwabasekorinte 9:12 XHO75

12 Ukuba abanye babelana ngokwenza ngeli gunya kuni, asikukhona singénjenjalo na thina ngakumbi? Asilisebenzisanga ke elo gunya; sisuka sithwale izinto zonke, ukuze singazibambezeli nganí iindaba ezilungileyo zikaKristu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 9

imbono 1 Kwabasekorinte 9:12 kwimeko