1 Kwabasekorinte 9:15 XHO75

15 Ke mna andiphathanga nanye kwezo zinto. Ezi ndawo andizibhaleli ukuze kwenjiwe njalo kum; kuba bekungandilungelayo kanye ukuba ndife, kunokuba ubani alilambathise iqhayiya lam.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 9

imbono 1 Kwabasekorinte 9:15 kwimeko