1 Kwabasekorinte 9:24 XHO75

24 Anazi na, ukuba abo babalekayo elugqatsweni, babaleka bonke okunene, kodwa ke mnye owamkelayo umvuzo? Balekani ngokunjalo ke, ukuze nizuze.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 9

imbono 1 Kwabasekorinte 9:24 kwimeko