1 Kwabasekorinte 9:9 XHO75

9 Emthethweni kaMoses kubhaliwe kwathiwa, Uze ungayibophi umlomo inkomo ibhula. Ziinkomo yini na into ayikhathaleleyo uThixo?

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasekorinte 9

imbono 1 Kwabasekorinte 9:9 kwimeko