1 Kwabasetesalonika 1:8 XHO75

8 Kuba lahlokoma livela kuni ilizwi leNkosi, akwaba khona kwelaseMakedoni nelaseAkaya lodwa; kusuke ezindaweni zonke ukukholwa kwenu kuThixo kwaduma, ngokokude kungabi safuneka ukuba sithethe nto.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 1

imbono 1 Kwabasetesalonika 1:8 kwimeko