1 Kwabasetesalonika 2:12 XHO75

12 siniyala, sinikhuza, siniqononondisa, ukuba nihambe ngokumfaneleyo uThixo, onibizelayo kobakhe ubukumkani nobuqaqawuli.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 2

imbono 1 Kwabasetesalonika 2:12 kwimeko